Cornelius
Okokuqala Molweni! Mna ndinguManie igama lam. Ngoku ndizama ukufunda isiXhosa. Sihlala eNtshona Koloni. Apha kunamaXhosa, kodwa andikwazi ukuthetha nabo ngolwimi lwabo. Ndinethemba lokuthi apha kule-website ndingafunda isiXhosa kakuhle. Xa kunomntu owazi ukulungisa indlela yam yokubhala isiXhosa, bendizobulela kakhulu. Enkosi.
Dec 3, 2012 12:40 PM
Corrections · 1
Okokuqala Molweni! Mna ndinguManie igama lam. Ngoku ndizama ukufunda isiXhosa. Sihlala eNtshona Koloni. Apha kunamaXhosa, kodwa andikwazi ukuthetha nabo ngolwimi lwabo. Ndinethemba lokuthi apha kule-website ndingafunda isiXhosa kakuhle. Xa kunomntu owazi ukulungisa indlela yam yokubhala isiXhosa, bendizobulela kakhulu. Enkosi.
Contact me, I am learning Xhosa too!
September 4, 2021
Want to progress faster?
Join this learning community and try out free exercises!