Luke
Ndinikeni Ithuba Endicela nje guys ukuba nindinike ithuba lokuba ndinibonise kuba ndigu titshala e excellent and ndiya kwazi ukuteacha. Please people endicela nikheta mna for iilessons just once and ndizakunibonisa. Kudala noko ndilapa kodwa andifumani niks apha. Ndiyacelie nje nivuleke enqodweni. Iyo nje into endicelayo.
Apr 19, 2015 9:55 PM