Okokuqala
Molweni! Mna ndinguManie igama lam. Ngoku ndizama ukufunda isiXhosa. Sihlala eNtshona Koloni. Apha kunamaXhosa, kodwa andikwazi ukuthetha nabo ngolwimi lwabo. Ndinethemba lokuthi apha kule-website ndingafunda isiXhosa kakuhle. Xa kunomntu owazi ukulungisa indlela yam yokubhala isiXhosa, bendizobulela kakhulu. Enkosi.