Iiklasi Andizifumani
Kutheni ndingafumani iiklasi apha nje? Ndiyazama uku teach a kakuhle ndenze izinto ezilungile kodwa akhomntu apha ondithandayo. Kudala ndizama uku improva I profile yam but andifumani iresponse apha. Abanye abantu bafumana iiklasi ezinsi kodwa exam zimbalwa. Kutheni ningandithandi nje and kutheni ningandi nyiki ithuba yokuba ndizi prove. Intoni erongo endiyenzileyo?
Cerca tra vari insegnanti di Inglese...
Correzioni · 0
Non perdere l'opportunità di imparare una lingua comodamente da casa tua. Esplora la nostra selezione di insegnanti di lingue esperti e iscriviti subito alla tua prima lezione!
Inizia a imparare oggi
