Luke
Iiklasi Andizifumani Kutheni ndingafumani iiklasi apha nje? Ndiyazama uku teach a kakuhle ndenze izinto ezilungile kodwa akhomntu apha ondithandayo. Kudala ndizama uku improva I profile yam but andifumani iresponse apha. Abanye abantu bafumana iiklasi ezinsi kodwa exam zimbalwa. Kutheni ningandithandi nje and kutheni ningandi nyiki ithuba yokuba ndizi prove. Intoni erongo endiyenzileyo?
2015年4月19日 21:48